Igqabi LAMA Afrika

  • Home
  • Igqabi LAMA Afrika

Igqabi LAMA Afrika Igqabi Holdings yikhampani onokuthembela kuyo kwaye onokuphila kuyo kuba inalo icala lempilo.

01/09/2026
Hellow SA hope impilo ingakuni oku kukwazisa namhla kusihlwa umhla we 21 July u DR Gxumisa we Gqabi Lama Afrika uzobe li...
21/07/2026

Hellow SA hope impilo ingakuni oku kukwazisa namhla kusihlwa umhla we 21 July u DR Gxumisa we Gqabi Lama Afrika uzobe live kwi sikhululo sosasazo UCR FM 97.0 MHz ixesha 7pm till 8pm.

Nalapha kweli khasi le Gqabi or Ku Dr VR Gxumisa page.
Or ungasitsalela kwezi nombolo for more information
0410230758
0210230454
0631372789
Whatspp 0828111313 or 07811635797
Thnkq for yo time God bless you

Hermanus Hermanus lifikile Gqabi Lama Afrika umthandazo uvakele. Umhla wesihlanu 5 June Dr VR Gxumisa ne savices ne prod...
03/06/2026

Hermanus Hermanus lifikile Gqabi Lama Afrika umthandazo uvakele. Umhla wesihlanu 5 June Dr VR Gxumisa ne savices ne products ze Gqabi uzobekhona.
Venue: Zwelihle Community Hall
Time: 10am till 2pm
For more information
Call our office
0410230758
0210230454
0631372789
Whatspp.....0828111313
Or 0781635797
Thank you

Sinibulise kule inyanga yabantwabatsha sithi mpilonde kuninonke. June nali IGQABI-LamaAfrika Liza kuwe kwezi Dolophu zid...
01/06/2026

Sinibulise kule inyanga yabantwabatsha sithi mpilonde kuninonke. June nali IGQABI-LamaAfrika Liza kuwe kwezi Dolophu zidwele apha jonga ndawo okufuphi nayo undwendeele u Gqira.

Khumbula every Tuesdays ekuseni 9am u Dr Gxumisa ukwi Zibonele FM 98.2mhz or DStv Chanel 841 kucaciswa kabanzi nge Products Ze Gqabi.....Kuthi pha emalanga 7pm till 8pm UCR FM 97.0MHz ungaphoswa.

Wena mhlali ose Hermanus lifikile iGqabi lizobe lifumaneka nge 05 le ka June venue Zwelihle Community Hall kuthi nge 6 Saturday libese Khayelitsha eHarare e Library.

For more information ungasitsalela kwezi nombolo
0410230758
0210230454
0631372789
Or whattsp us 0828111313
Or 0781375797
Stay blessed.

Address

37 Leeds Road

5099

Opening Hours

Monday 08:00 - 06:00
Tuesday 09:00 - 17:00
Wednesday 09:00 - 17:00
Thursday 09:00 - 17:00
Friday 09:00 - 17:00
Saturday 09:00 - 17:00
Sunday 09:00 - 17:00

Telephone

+27718168408

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Igqabi LAMA Afrika posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Igqabi LAMA Afrika:

  • Want your business to be the top-listed Convenience Store?

Share