Ubunzima bobomi 010emakhaya

Ubunzima bobomi 010emakhaya Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Ubunzima bobomi 010emakhaya, Convenience Store, King Sabata Dalindyebo.

27/06/2023

Morning ❤️❤️

26/06/2023

Yhuuu 💔ku later ngo 6 umama usibize Sonke ekhaya eka mereni yakhe 😭 asixelele ngendlela asithandayo ngayo abalise ukuba..washiwa njani ngu tata ....esithi utata wa win million kwi lottor uthi zange afunekwanto endibanisa naye..kodua esithi umama into ebalulekileyo ebomini💔😭kuzithemba..nozimela wabesithi.

Nakuye zikhona izinto ezimntyayo kodua uzosibalisela ekuseni ngengomso ..oko ungathi akusi xandivuka ndiyojonga mama e room akekho Xa sithi ntlaa e kitchen 😭 uwile
And womile kuya c**a sekulu thuba eswelekile 😭💔💔..

25 likes ndiqhobe💔😭lonke ibali💔😭

27/04/2023

Intwazana ful pt wonke

Yangena kumlozi ingayazi noba ngulomzi ihambele kuwo na into yayiyifuna kubona utata wayo ne family yakulo Tata wakhe wange wahlala patsi wafika kugcwele apha ngabantwana family yonwabile ngabantwana
Ifike intwazana ibulise ngocumo oluhle etsho ngamazinyo amhlophe kuvunywe ibuza ingaba kukwa jola apha kuthiwe
hayike izicaze ingama ndingu oluhle ndikhangela utata wam u Themba wakwa jola kujongwe ku tata wayehleli ngase mnyango azitsho inyembezi utata ka oluhle
Ethukile engakholelwa athi mntanam ndim wabuza u oluhle Tata ingaba ubuphi I xesha elingaka yothukile family ingakholelwa aphendule utata wentwazana athi mntana ndehlukana no mama wakho ku Dala sabe sasiqibe kwelithi uzasikhupha isisu u oluhle intwazana
Waphuma ebaleka ekhala waya endleleni wazitshayisisa nge Moto yaba kusweleka kwakhe intwazana

Please react original and share u comment ba uziva njani wen wawuzokwenza njani💔😭🙏

Ndini Thanda nonke
😭🙏❤️




ubunzima bobom 010 emakhaya

Invite your friends mtase🙏

26/04/2023

Title intwazana part 2
Full part

Intwazana eyashiywa ngumama wayo isencinci yenze utshintsho Ekuhlaleni 🙏 kakhulu ingxaki iye yaqala wanamaphupha woba funeka egodukile kodua futhi no mama wakhe zange wathetha ngelali zakhe kwafuneka eqale eyokhangela kowabo engazazi noba uzoqala ngaphi uyewazama ubuzisa ngekhaya lakhe kodua kungekho mntu ude abenomkhondo yaxakeka yangazazi noba uthini yazama ke ingayekaka ukhangela yeva umkhondo ngomnye umama waye Thanda uncokola no mama
Wakhe Xa bese town intwazana ya hamba yayotsho kulo lali yase
Mthobo wafika kumzi omkhulu yabuza ingaba ku kwajola Na apha wavuma utata womzi
ESI ntwazana unga ngena uyafana
Kumlozi yangena intwazana incumile

Comments uthi present nzaqubeka

Full part ndiyiqibe uzava wen 😭💔
Kuzoshuba😭

U ingxaki kukuba akakwazi kowabo kwica

26/04/2023

Ufike lomntana ekhala esithi ulambile khange atye ubuya kwakhe eskolweni Xa eqibotya ambuze umama ingaba uphi mamakhe athi umama ulele usukela khange afune uvuka noba usebenzekakhulu Noko lento yomntu ongavukiyo yenza ukrokro umama akhe athi masiyo kroba nyani baye umama Xa emva no mani lontu uswelekile and seyene xesha

Nzaqibezela Kwi comments le react Kwi original😭

Address

King Sabata Dalindyebo
5099

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ubunzima bobomi 010emakhaya posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share


Other Convenience Stores in King Sabata Dalindyebo

Show All